CPN Salon – indibaniselwano encinci yobuzaza bequmrhu labeluli mizimbaGcina umhla!
A huge thank you to Nondwe Mlenzana and Michael Rowe (CPN Exec member) for this isiXhosa translation. For the English version see here. For Spanish and Norwegian versions see here. Gcina umhla! Le ndibaniselwano yobuzaza bequmrhu labeluli mizimba iyakuba yintlanganiso yosuku olunye CPN Salon (indibaniselwano encinci) emva WCPT2017 eNtshona Koloni, eMzantsi Afrika ngolwesiThathu umhla ka 5 July 2017: 10am-5pm – indawo izakwaziswa. Yandisa ukucinga kwakho: Izithethi ezikhuthazayo, intetho yobuzaza encedisayo, ukuphupha ngekamva! Ungasithumelela umyalezo nge Email ukuzibekela indawo kumaziso we CPN Salon yaye ubeyinxalenye yabantu abafumana imiyalezo. Ngolwesithathu umhla we 5 July 2017: 10am-5pm
Izakuba kwindawo ethandekayo (Izakwaziswa ethubeni) e Ntshona Koloni, eMzantsi Afrika. Nceda yazisa bonke abantu obaziyo.
Jonga elithuba! Iinkcikhaca nge Salon ziyeza ngokukhawuleza…..